Eksodus 1:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Kodwa okukhona babewacinezela, kokukhona ayesiya esanda ibe esasazeka, kangangokuba amaYiputa awoyika kakhulu amaSirayeli.+
12 Kodwa okukhona babewacinezela, kokukhona ayesiya esanda ibe esasazeka, kangangokuba amaYiputa awoyika kakhulu amaSirayeli.+