Eksodus 2:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 UFaro wayiva le nto, waza wazama ukumbulala uMoses, kodwa uMoses wabaleka wemka kuFaro, waya kuhlala kwilizwe lakwaMidiyan,+ wafika wahlala phantsi ngasequleni.
15 UFaro wayiva le nto, waza wazama ukumbulala uMoses, kodwa uMoses wabaleka wemka kuFaro, waya kuhlala kwilizwe lakwaMidiyan,+ wafika wahlala phantsi ngasequleni.