Eksodus 3:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Ngoko kuza kufuneka ndisolule isandla sam ndize ndiyihlasele iYiputa ngazo zonke izinto ezingaqhelekanga endiza kuzenza kuyo, emva koko uza kunikhulula nihambe.+
20 Ngoko kuza kufuneka ndisolule isandla sam ndize ndiyihlasele iYiputa ngazo zonke izinto ezingaqhelekanga endiza kuzenza kuyo, emva koko uza kunikhulula nihambe.+