Eksodus 4:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Emva koko uYehova wathi kuAron: “Hamba uyokuhlangabeza uMoses entlango.”+ Ngoko waya, wadibana naye entabeni yoThixo wokwenene+ waza wamphuza.*
27 Emva koko uYehova wathi kuAron: “Hamba uyokuhlangabeza uMoses entlango.”+ Ngoko waya, wadibana naye entabeni yoThixo wokwenene+ waza wamphuza.*