-
Eksodus 13:17IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
17 Uthe uFaro akubakhulula abantu, uThixo akabahambisa ngendlela egqitha kwilizwe lamaFilisti, nangona yayimfutshane. Kuba uThixo wathi: “Abantu basenokujika xa bedibana nemfazwe baze babuyele eYiputa.”
-