Eksodus 14:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ethubeni ukumkani waseYiputa waxelelwa ukuba abantu babalekile. Ngoko nangoko, uFaro nezicaka zakhe bajibilika,+ baza bathi: “Siyenzele ntoni le nto, yokusuka siwakhulule amaSirayeli ekubeni engamakhoboka ethu?”
5 Ethubeni ukumkani waseYiputa waxelelwa ukuba abantu babalekile. Ngoko nangoko, uFaro nezicaka zakhe bajibilika,+ baza bathi: “Siyenzele ntoni le nto, yokusuka siwakhulule amaSirayeli ekubeni engamakhoboka ethu?”