Eksodus 14:31 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 31 AmaSirayeli awabona amandla* amakhulu kaYehova awawabonakalisa kumaYiputa, yaye abantu bamoyika uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+
31 AmaSirayeli awabona amandla* amakhulu kaYehova awawabonakalisa kumaYiputa, yaye abantu bamoyika uYehova baza bakholwa kuYehova nakuMoses umkhonzi wakhe.+