Eksodus 17:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Abantu babomile lunxano apho, yaye baqhubeka bekhalazela uMoses+ besithi: “Kutheni usikhuphe eYiputa ukuze usibulale ngonxano, thina noonyana bethu nemfuyo yethu?”
3 Abantu babomile lunxano apho, yaye baqhubeka bekhalazela uMoses+ besithi: “Kutheni usikhuphe eYiputa ukuze usibulale ngonxano, thina noonyana bethu nemfuyo yethu?”