Eksodus 21:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 “Ukuba inkunzi yenkomo ihlaba indoda okanye umfazi afe, loo nkomo mayibethwe ngamatye ife,+ futhi mayingatyiwa inyama yayo, kodwa umnikazi wayo makangohlwaywa. Eksodus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 21:28 IMboniselo,4/15/2010, iphe. 29
28 “Ukuba inkunzi yenkomo ihlaba indoda okanye umfazi afe, loo nkomo mayibethwe ngamatye ife,+ futhi mayingatyiwa inyama yayo, kodwa umnikazi wayo makangohlwaywa.