-
Eksodus 21:36IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
36 Okanye ukuba inkunzi yenkomo ibisaziwa ukuba inomkhwa wokuhlaba kodwa umnikazi wayo akayivalela, makabhatale ngenkunzi yenkomo, le ifileyo ibe yeyakhe.
-