Eksodus 24:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kodwa wathi kubadala: “Silindeni apha side sibuye.+ UAron noHure+ baza kushiyeka nani. Ukuba kukho nabani na onetyala afuna lichotshelwe, makaye kubo.”+
14 Kodwa wathi kubadala: “Silindeni apha side sibuye.+ UAron noHure+ baza kushiyeka nani. Ukuba kukho nabani na onetyala afuna lichotshelwe, makaye kubo.”+