Eksodus 33:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kuza kwaziwa njani ukuba mna nabantu bakho siyathandeka emehlweni akho? Akuzukufuneka uhambe nathi na,+ ukuze mna nabantu bakho sahluke kubo bonke abantu abasemhlabeni?”+
16 Kuza kwaziwa njani ukuba mna nabantu bakho siyathandeka emehlweni akho? Akuzukufuneka uhambe nathi na,+ ukuze mna nabantu bakho sahluke kubo bonke abantu abasemhlabeni?”+