Levitikus 7:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kodwa ukuba kuye kwatyiwa nentwana le yenyama yombingelelo wakhe wobuhlobo ngomhla wesithathu, lowo uwuzisayo akazukwamkeleka. Awuzukubalelwa kuye, uyinto engcolileyo, yaye umntu otyayo kuwo uza kuphendula ngesono sakhe.+
18 Kodwa ukuba kuye kwatyiwa nentwana le yenyama yombingelelo wakhe wobuhlobo ngomhla wesithathu, lowo uwuzisayo akazukwamkeleka. Awuzukubalelwa kuye, uyinto engcolileyo, yaye umntu otyayo kuwo uza kuphendula ngesono sakhe.+