Levitikus 10:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UMoses wayikhangelisisa kakuhle ibhokhwe yomnikelo wesono,+ wafumanisa ukuba itshisiwe. Ngoko yamcaphukisa into eyenziwe nguEleyazare noItamare, oonyana baka-Aron abaseleyo, wathi: Levitikus ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 10:16 IMboniselo,2/15/2011, iphe. 12
16 UMoses wayikhangelisisa kakuhle ibhokhwe yomnikelo wesono,+ wafumanisa ukuba itshisiwe. Ngoko yamcaphukisa into eyenziwe nguEleyazare noItamare, oonyana baka-Aron abaseleyo, wathi: