Levitikus 15:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “‘Ukuba umfazi uphuma igazi kwilungu lokuzala, uza kuhlala engcolile iintsuku ezisixhenxe ngenxa yokuba sexesheni kwakhe.+ Nabani na omchukumisayo akazukucoceka kude kuhlwe.+
19 “‘Ukuba umfazi uphuma igazi kwilungu lokuzala, uza kuhlala engcolile iintsuku ezisixhenxe ngenxa yokuba sexesheni kwakhe.+ Nabani na omchukumisayo akazukucoceka kude kuhlwe.+