Levitikus 16:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 “UAron uza kusondeza inkunzi yenkomo engumnikelo wesono ongowakhe, azihlawulele yena nendlu yakhe. Emva koko uza kuyixhela loo nkunzi engumnikelo wesono ongowakhe.+
11 “UAron uza kusondeza inkunzi yenkomo engumnikelo wesono ongowakhe, azihlawulele yena nendlu yakhe. Emva koko uza kuyixhela loo nkunzi engumnikelo wesono ongowakhe.+