Levitikus 16:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “Yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, nelithe igazi lazo langeniswa kwindawo engcwele ukuze kuhlawulelwe isono, ziza kusiwa ngaphandle kwenkampu. Iimfele zazo, inyama yazo nomswane wazo ziza kutshiswa ngomlilo.+
27 “Yona inkunzi yenkomo yomnikelo wesono nebhokhwe yomnikelo wesono, nelithe igazi lazo langeniswa kwindawo engcwele ukuze kuhlawulelwe isono, ziza kusiwa ngaphandle kwenkampu. Iimfele zazo, inyama yazo nomswane wazo ziza kutshiswa ngomlilo.+