Levitikus 18:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kodwa ke nina nimele niyigcine imithetho nemimiselo yam,+ ningenzi nanye kwezi zinto zenyanyekayo, nokuba yinzalelwane okanye ngumntu wasemzini ohlala kunye nani.+
26 Kodwa ke nina nimele niyigcine imithetho nemimiselo yam,+ ningenzi nanye kwezi zinto zenyanyekayo, nokuba yinzalelwane okanye ngumntu wasemzini ohlala kunye nani.+