Levitikus 20:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Nakanjani ndiza kumlahla loo mntu ndize ndimbulale, ngenxa yokuba eye wasa omnye wabantwana bakhe kuMoleki, wayingcolisa indawo yam engcwele,+ wangcolisa negama lam elingcwele.
3 Nakanjani ndiza kumlahla loo mntu ndize ndimbulale, ngenxa yokuba eye wasa omnye wabantwana bakhe kuMoleki, wayingcolisa indawo yam engcwele,+ wangcolisa negama lam elingcwele.