Levitikus 20:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Yiyo le nto ndithe kuni: “Niza kulithatha ilizwe lazo, ibe ndiza kuninika lona libe lelenu, ilizwe eligcwele ubisi nobusi.+ NdinguYehova uThixo wenu, onenze nahluka kwezinye izizwana.”+
24 Yiyo le nto ndithe kuni: “Niza kulithatha ilizwe lazo, ibe ndiza kuninika lona libe lelenu, ilizwe eligcwele ubisi nobusi.+ NdinguYehova uThixo wenu, onenze nahluka kwezinye izizwana.”+