Levitikus 22:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Umntu ochukumisa nawuphi kwaba bantu nezi zinto akazukucoceka kude kuhlwe, ibe akafanele atye nantoni na engcwele, kodwa ufanele ahlambe umzimba wakhe ngamanzi.+
6 Umntu ochukumisa nawuphi kwaba bantu nezi zinto akazukucoceka kude kuhlwe, ibe akafanele atye nantoni na engcwele, kodwa ufanele ahlambe umzimba wakhe ngamanzi.+