Levitikus 22:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Kwakhona umele angasityi nasiphi na isilwanyana esifunyenwe sifile okanye esiqwengwe zizilwanyana zasendle, kuba loo nto iza kumenza angacoceki.+ NdinguYehova.
8 Kwakhona umele angasityi nasiphi na isilwanyana esifunyenwe sifile okanye esiqwengwe zizilwanyana zasendle, kuba loo nto iza kumenza angacoceki.+ NdinguYehova.