Levitikus 22:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa ukuba intombi yombingeleli iye yaba ngumhlolokazi okanye yaqhawula umtshato yaye ayinanzala, ize ibuyele endlini katata wayo njengasebutsheni bayo, ingakutya ukutya kukatata wayo,+ kodwa makungatyiwa ngumntu ongafanelekanga.*
13 Kodwa ukuba intombi yombingeleli iye yaba ngumhlolokazi okanye yaqhawula umtshato yaye ayinanzala, ize ibuyele endlini katata wayo njengasebutsheni bayo, ingakutya ukutya kukatata wayo,+ kodwa makungatyiwa ngumntu ongafanelekanga.*