Levitikus 25:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 “‘Ukuba umntakwenu ohlala kufutshane kuwe uba lihlwempu yaye akasakwazi ukuziphilisa, ufanele umhoye,+ kanye ngendlela ubuza kwenza ngayo kumntu wasemzini nomhambi.+ Loo nto iza kumgcina ephila.
35 “‘Ukuba umntakwenu ohlala kufutshane kuwe uba lihlwempu yaye akasakwazi ukuziphilisa, ufanele umhoye,+ kanye ngendlela ubuza kwenza ngayo kumntu wasemzini nomhambi.+ Loo nto iza kumgcina ephila.