Levitikus 26:43 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 43 Ilizwe lashiyeka lihlawula iisabatha zalo ngoxa balishiyayo,+ lashiyeka lingenabantu, ngoxa babehlawulela isono sabo, kuba bayilahla* imithetho yam, baza bayenyanya.+
43 Ilizwe lashiyeka lihlawula iisabatha zalo ngoxa balishiyayo,+ lashiyeka lingenabantu, ngoxa babehlawulela isono sabo, kuba bayilahla* imithetho yam, baza bayenyanya.+