Numeri 1:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Inzala kaYuda+ yabhaliswa ngamagama, ngeentsapho nangezindlu zootata bayo. Abalwa onke amadoda aneminyaka eyi-20 ukuya phezulu awayenokungena emkhosini,
26 Inzala kaYuda+ yabhaliswa ngamagama, ngeentsapho nangezindlu zootata bayo. Abalwa onke amadoda aneminyaka eyi-20 ukuya phezulu awayenokungena emkhosini,