Numeri 1:36 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 36 Inzala kaBhenjamin+ yabhaliswa ngamagama, ngeentsapho nangezindlu zootata bayo. Abalwa onke amadoda aneminyaka eyi-20 ukuya phezulu awayenokungena emkhosini,
36 Inzala kaBhenjamin+ yabhaliswa ngamagama, ngeentsapho nangezindlu zootata bayo. Abalwa onke amadoda aneminyaka eyi-20 ukuya phezulu awayenokungena emkhosini,