Numeri 2:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “Iqela* elibunjwa zizizwe ezithathu elikhokelwa sisizwe sakwaEfrayim, liza kuba ngasentshona, yaye inkosi yoonyana bakaEfrayim nguElishama+ unyana ka-Amihudi.
18 “Iqela* elibunjwa zizizwe ezithathu elikhokelwa sisizwe sakwaEfrayim, liza kuba ngasentshona, yaye inkosi yoonyana bakaEfrayim nguElishama+ unyana ka-Amihudi.