Numeri 14:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Niza kufela kule ntlango.+ Wonke umntu owabhaliswayo eneminyaka eyi-20 ukuya phezulu, uza kufela kule ntlango, nonke nina baye bandikhalazela.+
29 Niza kufela kule ntlango.+ Wonke umntu owabhaliswayo eneminyaka eyi-20 ukuya phezulu, uza kufela kule ntlango, nonke nina baye bandikhalazela.+