Numeri 16:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Baqokelelana bapakanyela+ uMoses noAron besithi kubo: “Sanele nini! Lonke ibandla lingcwele,+ wonke umntu okulo, yaye uYehova ukunye nalo.+ Kutheni ke ngoku nizenza ngcono kunabo bonke abantu bebandla likaYehova?” Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 16:3 IMboniselo,10/15/2012, iphe. 13 8/1/2000, iphe. 10
3 Baqokelelana bapakanyela+ uMoses noAron besithi kubo: “Sanele nini! Lonke ibandla lingcwele,+ wonke umntu okulo, yaye uYehova ukunye nalo.+ Kutheni ke ngoku nizenza ngcono kunabo bonke abantu bebandla likaYehova?”