Numeri 16:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 Kodwa ukuba uYehova wenze into engaqhelekanga, wavula umhlaba ukuze ubaginye bona nazo zonke izinto zabo, baye engcwabeni* bephila, niza kutsho nazi ngokuqinisekileyo ukuba la madoda aye amdelela uYehova.”
30 Kodwa ukuba uYehova wenze into engaqhelekanga, wavula umhlaba ukuze ubaginye bona nazo zonke izinto zabo, baye engcwabeni* bephila, niza kutsho nazi ngokuqinisekileyo ukuba la madoda aye amdelela uYehova.”