Numeri 22:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa nani ndicela nihlale apha ngobu busuku ukuze ndibone ukuba ayikho na enye into uYehova aza kundixelela yona.”+
19 Kodwa nani ndicela nihlale apha ngobu busuku ukuze ndibone ukuba ayikho na enye into uYehova aza kundixelela yona.”+