11 “UFinehasi+ unyana kaEleyazare unyana ka-Aron umbingeleli uwuphelisile umsindo wam kubantu bakwaSirayeli, kuba khange akunyamezele ukudelelwa kwam ngabo.+ Yiloo nto ndingawatshabalalisanga amaSirayeli nangona ndifuna azinikele ngokupheleleyo kum.+