Numeri 28:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 “‘Kodwa ke ngeSabatha+ nikelani ngamatakane eegusha amabini aziinkunzi aphilileyo anonyaka, nomnikelo wokutya ongumgubo ocoliweyo ozizahlulo ezibini kwezilishumi ze-efa ezixutywe neoli, kunye nomnikelo wawo oselwayo. Numeri ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 28:9 Umntu Obalaseleyo, isahl. 31
9 “‘Kodwa ke ngeSabatha+ nikelani ngamatakane eegusha amabini aziinkunzi aphilileyo anonyaka, nomnikelo wokutya ongumgubo ocoliweyo ozizahlulo ezibini kwezilishumi ze-efa ezixutywe neoli, kunye nomnikelo wawo oselwayo.