Numeri 32:29 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 29 Wathi uMoses kubo: “Ukuba oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen bawela nani iYordan, wonke umntu exhobele imfazwe phambi koYehova, lize loyiswe ilizwe phambi kwenu, nimele nibanike ilizwe laseGiliyadi libe lilifa labo.+
29 Wathi uMoses kubo: “Ukuba oonyana bakaGadi noonyana bakaRubhen bawela nani iYordan, wonke umntu exhobele imfazwe phambi koYehova, lize loyiswe ilizwe phambi kwenu, nimele nibanike ilizwe laseGiliyadi libe lilifa labo.+