Duteronomi 3:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “Emva koko ndaniyalela ndathi: ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba libe lelenu. Onke amadoda angamakroti aza kuthatha izixhobo aze awele phambi kwabantakwabo, amaSirayeli.+
18 “Emva koko ndaniyalela ndathi: ‘UYehova uThixo wenu uninike eli lizwe ukuba libe lelenu. Onke amadoda angamakroti aza kuthatha izixhobo aze awele phambi kwabantakwabo, amaSirayeli.+