Duteronomi 5:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 “Le miyalelo* uYehova wayixelela lonke ibandla lenu entabeni. Wathetha ngelizwi elikhulu esemlilweni nakwilifu elimnyama thsu,+ yaye zange ongeze enye into. Emva koko wayibhala kumacwecwe amatye amabini waza wawanika mna.+
22 “Le miyalelo* uYehova wayixelela lonke ibandla lenu entabeni. Wathetha ngelizwi elikhulu esemlilweni nakwilifu elimnyama thsu,+ yaye zange ongeze enye into. Emva koko wayibhala kumacwecwe amatye amabini waza wawanika mna.+