Duteronomi 9:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 waza uYehova wathi kum, ‘Yehla ngokukhawuleza, kuba abantu bakho owabakhupha eYiputa benze ububi.+ Bakhawuleze bayishiya indlela endabayalela ukuba bahambe ngayo. Bazenzele umfanekiso wesinyithi.’+
12 waza uYehova wathi kum, ‘Yehla ngokukhawuleza, kuba abantu bakho owabakhupha eYiputa benze ububi.+ Bakhawuleze bayishiya indlela endabayalela ukuba bahambe ngayo. Bazenzele umfanekiso wesinyithi.’+