Duteronomi 11:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 okanye oko wakwenza kumkhosi waseYiputa, kumahashe kaFaro nakwiinqwelo zakhe zokulwa, xa wazigubungela ngamanzi oLwandle Olubomvu ngokuya zazinileqa, waza uYehova wazitshabalalisa ngonaphakade.+
4 okanye oko wakwenza kumkhosi waseYiputa, kumahashe kaFaro nakwiinqwelo zakhe zokulwa, xa wazigubungela ngamanzi oLwandle Olubomvu ngokuya zazinileqa, waza uYehova wazitshabalalisa ngonaphakade.+