Duteronomi 15:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Imele yenziwe ngolu hlobo le nto: Wonke umntu oboleke ummelwane wakhe umele alicime elo tyala. Ufanele angamnyanzeli ummelwane wakhe okanye umntakwabo ukuba ambhatale, kuba xa engamnyanzeli wenza le nto ifunwa nguYehova.+
2 Imele yenziwe ngolu hlobo le nto: Wonke umntu oboleke ummelwane wakhe umele alicime elo tyala. Ufanele angamnyanzeli ummelwane wakhe okanye umntakwabo ukuba ambhatale, kuba xa engamnyanzeli wenza le nto ifunwa nguYehova.+