Duteronomi 20:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 “Ukuba nilwa imfazwe neentshaba zenu nize nibone ukuba amahashe azo, iinqwelo zazo zokulwa namajoni azo maninzi kunawenu, nize ningoyiki, kuba uYehova uThixo wenu owanikhupha eYiputa unani.+
20 “Ukuba nilwa imfazwe neentshaba zenu nize nibone ukuba amahashe azo, iinqwelo zazo zokulwa namajoni azo maninzi kunawenu, nize ningoyiki, kuba uYehova uThixo wenu owanikhupha eYiputa unani.+