Duteronomi 20:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Amagosa amele aphinde ababuze abantu athi, ‘Ngaba ukhona umntu owoyikayo nongenasibindi?+ Makabuyele endlini yakhe, ukuze angenzi abantakwabo boyike njengaye.’+
8 Amagosa amele aphinde ababuze abantu athi, ‘Ngaba ukhona umntu owoyikayo nongenasibindi?+ Makabuyele endlini yakhe, ukuze angenzi abantakwabo boyike njengaye.’+