Duteronomi 27:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 “‘Uqalekisiwe umntu ogqwetha isigwebo+ somntu wasemzini, esomntwana ongenatata* okanye esomhlolokazi.’+ (Bonke abantu baza kuthi, ‘Amen!’)
19 “‘Uqalekisiwe umntu ogqwetha isigwebo+ somntu wasemzini, esomntwana ongenatata* okanye esomhlolokazi.’+ (Bonke abantu baza kuthi, ‘Amen!’)