Duteronomi 32:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Wamfumana entlango,+Kwintlango engenanto, enezilwanyana ezenza umkhulungwane.+ Wamrhangqa ukuze amkhusele, wamhoya,+Wamkhusela ngokungathi ukhusela ilihlo lakhe.+
10 Wamfumana entlango,+Kwintlango engenanto, enezilwanyana ezenza umkhulungwane.+ Wamrhangqa ukuze amkhusele, wamhoya,+Wamkhusela ngokungathi ukhusela ilihlo lakhe.+