Yoshuwa 4:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 nize nithi kubo, ‘Kungenxa yokuba amanzi aseYordan ema phambi kwetyeya+ yesivumelwano sikaYehova. Xa yayiwela iYordan, amanzi ema. La matye aza kuba sisikhumbuzo kumaSirayeli ngonaphakade.’”+
7 nize nithi kubo, ‘Kungenxa yokuba amanzi aseYordan ema phambi kwetyeya+ yesivumelwano sikaYehova. Xa yayiwela iYordan, amanzi ema. La matye aza kuba sisikhumbuzo kumaSirayeli ngonaphakade.’”+