Yoshuwa 6:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Sonke esi sixeko nayo yonke into ekuso imele itshatyalaliswe.+ Yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ othengisa ngomzimba kuphela omele asindiswe, yena kunye nabo bonke abakunye naye endlini, kuba waye wabafihla abathunywa esabathumelayo.+
17 Sonke esi sixeko nayo yonke into ekuso imele itshatyalaliswe.+ Yonke into ekuso yekaYehova. NguRahabhi+ othengisa ngomzimba kuphela omele asindiswe, yena kunye nabo bonke abakunye naye endlini, kuba waye wabafihla abathunywa esabathumelayo.+