Yoshuwa 6:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Ngelo xesha uYoshuwa wenza esi sifungo:* “Uqalekisiwe phambi koYehova umntu ophinda akhe esi sixeko, iYeriko. Uza kulahlekelwa lizibulo lakhe xa esakha isiseko saso, yaye uza kulahlekelwa liphelo lakhe xa efaka iingcango zaso.”+ Yoshuwa ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:26 “Sonke ISibhalo”, iphe. 42
26 Ngelo xesha uYoshuwa wenza esi sifungo:* “Uqalekisiwe phambi koYehova umntu ophinda akhe esi sixeko, iYeriko. Uza kulahlekelwa lizibulo lakhe xa esakha isiseko saso, yaye uza kulahlekelwa liphelo lakhe xa efaka iingcango zaso.”+