Yoshuwa 17:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 kodwa niza kufumana nommandla weentaba.+ Nakuba ulihlathi niza kuligeca, ibe uza kuba ngowenu wonke. Kuba niza kuwagxotha amaKanan, nangona enamandla yaye eneenqwelo zemfazwe ezinamarhengqa entsimbi.”*+
18 kodwa niza kufumana nommandla weentaba.+ Nakuba ulihlathi niza kuligeca, ibe uza kuba ngowenu wonke. Kuba niza kuwagxotha amaKanan, nangona enamandla yaye eneenqwelo zemfazwe ezinamarhengqa entsimbi.”*+