Yoshuwa 19:50 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 50 Amnika isixeko awayesicelile, iTimnati-sera+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, kanye njengokuba uYehova wayewayalele. UYoshuwa wasakha ke eso sixeko waza wahlala kuso.
50 Amnika isixeko awayesicelile, iTimnati-sera+ ekummandla weentaba wakwaEfrayim, kanye njengokuba uYehova wayewayalele. UYoshuwa wasakha ke eso sixeko waza wahlala kuso.