27 kodwa sibe bubungqina phakathi kwenu nathi+ nenzala yethu, bokuba siza kumkhonza uYehova ngeminikelo yethu etshiswayo, ngemibingelelo yethu nangemibingelelo yethu yobuhlobo,+ ukuze oonyana benu bangathi koonyana bethu ngenye imini: “Akukho nto inidibanisa noYehova.”’